IsiXhosa HL P1 Nov 2021
IsiXhosa HL P1 Nov 2021
SENIOR CERTIFICATE
IBANGA 12
NOVEMBA 2021
AMANQAKU: 70
IXESHA: Iiyure 2
IMIYALELO NENGCACISO
ISICATSHULWA B
IMIBUZO: ISICATSHULWA A
1.1 Khankanya ixesha ezimbalini eye yaduma ngalo ingoma uJerusalema. (1)
1.2 Xela ukuba iqela laseAngola liyenze yaduma njani ingoma uJerusalema. (1)
1.16 Chaza ukuba lo mhlathi umfanisa njani uJerusalema oyingoma noShazam. (1)
IMIBUZO: ISICATSHULWA B
1.19 Nika izizathu eziBINI zokuthi aba bantu badanisa ngexesha leCOVID 19. (2)
AMANQAKU ECANDELO: A 30
ICANDELO B: USHWANKATHELO
UMBUZO 2: UKUSHWANKATHELA
QAPHELA:
ISICATSHULWA C
OoDJ abaninzi bathi asibobuchule ukusuka udijeye ungakhange urhece ulwazi lomculo
okanye imfundwana engokudlala izixhobo zokucula. Ulwazi lungasikhulisa isakhono
sakho sokucula uzibone sele ungumdidiyeli womculo.
AMANQAKU ECANDELO B: 10
ISICATSHULWA D
3.2 Chaza isizathu sokuba igama Shazam libhalwe ngoonobumba abakhulu. (1)
3.3 Ngqina ngeengongoma eziMBINI ukuba esi sibhengezo senza ngathi kulula
ukufumana ulwazi ngengoma xa usebenzisa iApp uShazam. (2)
UMBUZO 4: IKHATHUNI
ISICATSHULWA E
4.3 Igama 'kodwa' kwisakhelo sesi-3 linika ngcinga ni ngale selula? (1)
UMBUZO 5: IPROZI
ISICATSHULWA F
UVELA BAHLEKE
3 Le nto iye yamenza waya eba bukhali omnye ezifundweni zakhe ngelixa
omnye wayengatyi kwanto. Nayo leyo ibenze baba namanye amaqhinga.
Lo ubukhali ezifundweni ebeye abhalele nalo ubuthuntu ukuze baphumelele 10
bobabini. Waqonda uyise ukuba ziyeza iimviwo zaphakathi enyakeni apho
aza kubona khona ukuba ngubani kanye kanye lo umqhathayo.
4 Okunene zifikile iimviwo labe lingekho tu ikroba lokuba eli lityayo emagameni
lincedise eli libuthuntu. Owokuqala use iziphumo zakhe kuyise wabe
efumene amashumi alithoba anesihlanu ekhulwini, ambethe uyise esithi 15
ufuna ikhulu ekhulwini. Lafika elesibini lize nesihlanu ekhulwini, lakubuzwa
nguyise, lathi umfowabo umbele la mashumi alithoba anesihlanu angekhoyo,
watyhafa uyise.
5.3 Caphula isikhombisi esikhomba (a) apha nesikhombisi esikhomba (b) phaya
kwisivakalisi esingezantsi.
5.4 Lungisa isiphene sobhalo kwibinzana elibhalwe ngqindilili kumhlathi wesi-2. (1)
AMANQAKU ECANDELO C: 30
AMANQAKU EWONKE: 70