IsiXhosa HL P2 May-June 2024 MG
IsiXhosa HL P2 May-June 2024 MG
MEYI/JUNI 2024
ISIKHOKELO SOKUMAKISHA
AMANQAKU: 80
EMAKUQATSHELWE XA KUMAKISHWA
IZIKHOKELO ZOKUKOREKISHA
ICANDELO A: ISIHOBE
IMIBONGO EFUNDISIWEYO
'AMANQAKU' – ZS Qangule
'USANA' – ZS Qangule
2.1 Lupholile √/Luzolile√/Luncumile.√
3.3 (a) Akubuza isizekabani √ (b) Ayenyolwa ngomnwe. √/ (a) Akuphindisa √ (b)
kuthiwe angamadelambuso avalelwe esiqithini.√ (2)
4.5 Umxholo walo mbongo ubalisa ibali lentlungu yokubhaca kwabantu beshiya
imizi yabo isitsha besiya apho bangaziyo ngexesha leMfecane bade bamkelwa
nguGcaleka.√√ (2)
[10]
5.5 (a) Masishiye amawonga sincame nokonwaba kweziqu zethu√ (b) sivuse
uhlanga lwethu simele nesizwe sethu.√ (2)
7.7 Isaci sithetha ukufakwa engxakini kungabikho lusizi nalapha kwenziwa iinzame
zokumbulala ngetyhefu entywizisa njengenkawu.√√/ kuzanywa ukumbulala
ngovutha becinga ukuba uza kufa.√√
(Nayiphi na impendulo echanekileyo.) (2)
OKANYE
9.11 Wayezibambile izicaka zikaThixo kuba incwadi ithi kwaphakama isihlanu sonke
samadoda sazinikela akuzinikela yena. √√/ibali liqhubeka lithi mhla wazinikela
yagcwala inkonzo yaseGeorge Goch eyayiseyilambatha ngamarhamente,
wenjenjalo nakuCentane kwahluma konke okungumzila wakhe enkonzweni.√√ (2)
OKANYE
13.3 Waphumelela kuba abantu babezenza izinto abayalela ukuba bazenze kuba
besoyika ukujika babeziimbovane abanye babeziinkuni, nokumka noqhwithelo
lomoya.√√ (2)
AMANQAKU ECANDELO B: 25
ICANDELO C: IDRAMA
15.12 Noko isigwebo sibeqatha kakhulu√ kuba sidlula namagunya emithetho yeli
lizwe ngokwanamhlanje√√/ Kaloku uGugulethu akazenzanga ngokubulala
ubephantsi koxinzelelo lomoya nengqondo. Lilonke ubemele ukuba ukhe
wabekwa naphantsi kweliso leenkonzo zonyango lwengqondo nomoya.√√
OKANYE
INDLAL'INAMANYALA – M Lamati
USIQHIWU
INDLAL'INAMANYALA – M Lamati
AMANQAKU ECANDELO C: 25
AMANQAKU EWONKE: 80
QAPHELA: Ukuba umviwa ubhale isincoko sephepha lesithathu mnike u-0 kumxholo no-0 kulwimi nesakh
ISIHLOMELO B: AMACANDELO B NO C: IRUBRIKI YOKUHLOLA ISINCOKO SONCWADI- INOVELI NEDRAMA [25 AMANQAKU]
QAPHELA: Makungabikho kwahluka kudlula kwisibini samabakala phakathi kwamanqaku wesakhiwo nolwimi kunye nawomxholo.
Ukuba umviwa ubhale isincoko sephepha lesithathu mnike u-0 kumxholo no-0 kulwimi nesakhiwo.